Hombelithongo Products

  • Home
  • Hombelithongo Products

Hombelithongo Products Page ene products zokunceda abantu ngento ezohlukeneyo:
1. Amashwa ne tyheneba
2. Umgqwaliso nobuso oburhawuzelayo
3. Ngxaki zomsebenzi
4. Business
5.

Uthando nomtshato
Nokuninzi. Ezi products zivula indlela zakho zonke uquka nawe Gqirha.

Makuphilwe ethongweni . Nakuqaphela ukuba sepha zine ziniki maxabiso ezimbini, kungenxa yokuba azuzukulingana kukho ezin...
23/10/2025

Makuphilwe ethongweni . Nakuqaphela ukuba sepha zine ziniki maxabiso ezimbini, kungenxa yokuba azuzukulingana kukho ezinkulu kunezinye.

Big thanks to Mantsu Skalk, Khuselwa Zamtyala, Nosiphelo Ntshibilikwanafor all your support! Congrats for being top fans...
19/09/2025

Big thanks to Mantsu Skalk, Khuselwa Zamtyala, Nosiphelo Ntshibilikwana

for all your support! Congrats for being top fans on a streak 🔥!

01/09/2025
Big shout out to my newest top fans! 💎 Mantsu Skalk, Khuselwa Zamtyala, Nosiphelo NtshibilikwanaDrop a comment to welcom...
09/06/2025

Big shout out to my newest top fans! 💎 Mantsu Skalk, Khuselwa Zamtyala, Nosiphelo Ntshibilikwana

Drop a comment to welcome them to our community,

Mossel Bay Products zam ziyafumaneka Kwa Nonqaba ku +27 64 044 0515 Nolitha .
09/06/2025

Mossel Bay Products zam ziyafumaneka Kwa Nonqaba ku +27 64 044 0515 Nolitha .

BaNtu base PE/Bhayi/Gqeberha ndinivile, ndizisondeze kuni products.  Products zam zakufumaneka kule number as from Satur...
03/06/2025

BaNtu base PE/Bhayi/Gqeberha ndinivile, ndizisondeze kuni products.

Products zam zakufumaneka kule number as from Saturday 7th June 2025.

Sisonke @ +27 83 697 1037

Please akaloGqirha, ndim Gqirha ningamsokolisi ngemibuzo. Products zam zibhaliwe zisetyenziswa njani. Uqala ngo Mkhululi Isiwasho ne Sepha ka Mkhululi nesiqhumiso u Gilabaloyi.

Ukhumbule uqala ngo Mkhululi phambi kokuya ku Gqama, qala u cleane ngo Mkhululi ukuze u Gqama aku Gqamise nangakumbi.
28/05/2025

Ukhumbule uqala ngo Mkhululi phambi kokuya ku Gqama, qala u cleane ngo Mkhululi ukuze u Gqama aku Gqamise nangakumbi.

Makuphilwe ethongweni . Isikhumbuzo ngentsuku zethu zokuposa ii orders zenu zee products ne parcel zamayeza enu:1. Sunda...
28/05/2025

Makuphilwe ethongweni . Isikhumbuzo ngentsuku zethu zokuposa ii orders zenu zee products ne parcel zamayeza enu:

1. Sundays 12H00, siposa order ezifike Friday to Sunday before 10am

2. Tuesdays 09H30am, siposa ezifike Sunday after 10am, eza Monday na Tuesday before 08H30am.

3. Thursdays 09H30am, Siposa orders ezifike Tuesdays after 09H00am, Wednesday and Thursday before 08H30am.

*Please note* : PAXI store-to-store parcel service prices start at R59.95 for a standard bag with a 7-9 business day delivery. For faster delivery (3-5 business days), the price is R109.95 for a standard bag. Large bags, which hold up to 10kg, cost R109.95 for 7-9 day delivery and R139.95 for 3-5 day delivery.

PAXI does not deliver on weekends or public holidays. They operate on business days (weekdays) only. This means that if a parcel is sent on a Friday, it will not be delivered until the following Monday.

Garden Route ndize ne mpiliso kuni ningaphoswa ke nazo details kulo post.
26/05/2025

Garden Route ndize ne mpiliso kuni ningaphoswa ke nazo details kulo post.

Address

32519 Khwaza Street, Makhaza Khayelitsha
Cape Town

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Hombelithongo Products posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Practice

Send a message to Hombelithongo Products:

  • Want your practice to be the top-listed Clinic?

Share

Share on Facebook Share on Twitter Share on LinkedIn
Share on Pinterest Share on Reddit Share via Email
Share on WhatsApp Share on Instagram Share on Telegram