Nonkwenkwezi

Nonkwenkwezi Spiritual coach. Igqirha lokuvumisa nokuphehlelela. Forever Living Business Distributor. WhatsApp 0691042035
(1)

27/04/2026

Utsiki lisiko lomtshato kusini na?

26/04/2026

PART 3

26/04/2026

PART 2

26/04/2026

PART 1

23/04/2026

Suzbe kutheni ingozi iphinda phinda ngoku seyisetyenziwe?

22/04/2026

Kuthiwa amagqirha ayaxoka

16/04/2026

MaKapa nihlala nindibuza ndiza nini eKapa. Ndibiziwe eKapa kuleveki izayo. Ukugqiba kwam kwelakhaya, ndizofumaneka eGugulethu.

Ndicela into inye ke, sisebenzise lenumber ikwiposter to book an appointment. Andikwazi ukupapasha address apha, umntu uzoyifumana k*m.

You book your slot for:
1. One-on-one appointment
Uza k*m ndakube ndikunikile ixesha omawuze Ngalo.
2. House Call
Xa nifuna ukupopolelwa ikhaya
3. Intsebenzo
Ndizoba nazo iintsuku zentsebenzo nokukhupha amayeza

Ndicamagushile!

16/04/2026

Wazi njani ukuba igqirha olithongayo alikubizi ngesithwalo salo na?

14/04/2026

Igqirha maliphaphame. Igqirha malibe nazo iimpendulo!

Nkundla zoo Gamedze kuLenye eQoboqobo. Umhlekazi uNomvula, uNdoyisile , ukuluhlu loo Nosphuthumo. Hamba ungemi ke ntomba...
13/04/2026

Nkundla zoo Gamedze kuLenye eQoboqobo. Umhlekazi uNomvula, uNdoyisile , ukuluhlu loo Nosphuthumo. Hamba ungemi ke ntombazana ndini!

09/04/2026

Isiphuthumo: Sisigaba esibalulekileyo kwisiseko sobugqirha bomntu othwasayo. Kusondezwa Umguli k*mabandla omkhathu ukuze afuthelane nobuhlwele obulawula ingulo yakhe.

Address

Alice
5700

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Nonkwenkwezi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Practice

Send a message to Nonkwenkwezi:

Share