21/01/2026
Kulonyaka, sithemba ukuba impumelelo izokwehla okwemvula kuni mzi ontsundu.
Ndinga phelelanga apho, uze wazi ukuba uQamata uyaku fezekisa iminqweno namaphupho wakho, kodwa ixesha eli akulilo eli wena olijongileyo, amanyange ayakwazi okuku faneleyo, kwaye nexesha loko ayalazi.
Camagu, ndamkela amalungu asada kufika kwelikhaya lonyango nencubeko.
uQamata ze anithwale.