09/02/2019
Molweni bethuna mandixolise kuqala ngokuthula ixesha elide kangaka. IKing Zondi Funerals isekhona kwaye isanithanda ibulela kakhulu nangenkxaso yenu. Ndicela siqhubeke sixhasana njengokuba sihlale sisenza
Sibulela kumakhaya akhetha ukusebenzisana nathi kakhulu. Ndicela siqhubeke ke siaenza njalo
Ipage yethu iactive ndicela abantu abanemibuzo babuze nantoni na bazophenduleka
Enkosi
Regards
King Zondi Funerals