Wushe Bhaca Siyanyanga

Wushe Bhaca Siyanyanga Sinceda abantu ngamayeza kwi ngxaki zonke abajongene nazo.. Yiza naluphi na uhlobo lwengxaki yakho.

07/05/2023

Sinceda abantu abafuna amayeza kwezingxaki:

Ufuna umsebenzi
Unebekelo
Ufuna ukuqiniswa
Ufuna ukuqinisa ikhaya lakho
Ufuna uqinisa isibaya sakho imfuyo ingebiwa
Ufuna ukuqinisa imoto zakho
Ufuna ukubuyiselwa isithandwa sakho
Usokoliswa emsebenzini
Uphelelwe ngunsebenzi
Unengxaki yomgqwaliso
Ufuna iyeza lentlahla
Ufuna iyeza le business
Xa uligqirha uvaliwe
Xa unombilini siyakunceda
Siyanceda naxa ungasavukelwa
Xa ufuna ukuphindisa into kumnikazi wayo
Xa ufuna umntu wakho akutshate
Xa ufuna ukuqinisa umtshato wakho.

Ndizakuba ndikhona kule veki siya kuyo e Khayelitsha Site B ko Q 0786253526

10/05/2021

Send a message to learn more

06/02/2021

Molweni Bantakwethu, bonke abantu besithembisene ukubonana eKapa ndikhona, ndiyiphethe yonke imithi elungele ingxaki zenu.. Ndingu Mjoli, Wushe U Qubulashe... Makukhaye, Kwande.... 👏👏

19/11/2020

Ngolwe sine we veki ezayo ndizakube ndiikhona eKapa e Khayelitsha, kubo bonke abantu abandilindeleyo masibonane next week bethuna

05/11/2020

Molweni Bantakwethu kubantu base Komani ndikhona emveni kwakwa Spargs

EKapa ndizakuba kho kwakhona nge 25 yayo lenyanga..

Umntu ofuna ukuncedwa ngamayeza esintu angandithinta ngule number 0786253526

25/10/2020

Sinceda abantu abafuna amayeza kwezingxaki:

Ufuna umsebenzi
Unebekelo
Ufuna ukuqiniswa
Ufuna ukuqinisa ikhaya lakho
Ufuna uqinisa isibaya sakho imfuyo ingebiwa
Ufuna ukuqinisa imoto zakho
Ufuna ukubuyiselwa isithandwa sakho
Usokoliswa emsebenzini
Uphelelwe ngunsebenzi
Unengxaki yomgqwaliso
Ufuna iyeza lentlahla
Ufuna iyeza le business
Xa uligqirha uvaliwe
Xa unombilini siyakunceda
Siyanceda naxa ungasavukelwa
Xa ufuna ukuphindisa into kumnikazi wayo
Xa ufuna umntu wakho akutshate
Xa ufuna ukuqinisa umtshato wakho.

Ndizakuba ndikhona kule veki siya kuyo e Khayelitsha Site B ko Q 0786253526

Send a message to learn more

12/03/2020

Molweni zihlobo zam mandixolise kakhulu ngokunqaba nokungaphenduli kwi messages zenu ngokukhawuleza kunamaxesha Bantakwethu okuxakeka kakhulu kulomsebenzi.. Kule mpela veki ndifikile eKapa e Khayelitsha andikwazanga kuphumelela ukuza kwi eku ephelileyo mandixolise kakhulu kubantu ebebendilindele a ndafika....

01/03/2020

Ndiyanamnkela nonke bethuna. Yizani nengxaki zenu bethuna ndizame ukuninceda

01/03/2020

Ndiyanamnkela nonke Bantakwethu..

Ndizama indlela elula yokuba noko sikwazi ukuthetha. Ndizame ukuninceda kwi ngxaki enijongene nazo

29/02/2020
29/02/2020

Sinceda abantu abafuna amayeza kwezingxaki:

Ufuna umsebenzi
Unebekelo
Ufuna ukuqiniswa
Ufuna ukuqinisa ikhaya lakho
Ufuna uqinisa isibaya sakho imfuyo ingebiwa
Ufuna ukuqinisa imoto zakho
Ufuna ukubuyiselwa isithandwa sakho
Usokoliswa emsebenzini
Uphelelwe ngunsebenzi
Unengxaki yomgqwaliso
Ufuna iyeza lentlahla
Ufuna iyeza le business
Xa uligqirha uvaliwe
Xa unombilini siyakunceda
Siyanceda naxa ungasavukelwa
Xa ufuna ukuphindisa into kumnikazi wayo
Xa ufuna umntu wakho akutshate
Xa ufuna ukuqinisa umtshato wakho

Ndizakuba khona kuke veki siya kuyo eKapa e Khayelitsha Site B ko Q, yiza nengxaki yakho ukuba ungumntu okholelwa kumayeza esintu.. 0786253526

Address

Site B
Cape Town
7744

Opening Hours

09:00 - 17:00

Telephone

+27312345678

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Wushe Bhaca Siyanyanga posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Share on Facebook Share on Twitter Share on LinkedIn
Share on Pinterest Share on Reddit Share via Email
Share on WhatsApp Share on Instagram Share on Telegram