Luvuyo Burial Society

Luvuyo Burial Society Luvuyo Burial Society is a burial society which is based in Khayelitsha in the Western Cape. We have branches in Eatern Cape as well.

Joining fee R100 ngenyanga ubetha R170. Ufaka abantu abayi 9 phantsi kwakho noba iifani azifani. Intloko yi R16000 iimbedlenge (Other family mambers) yi R10000. Sihlala kwicawe yesithathu enyangeni Esangweni eKuyasa ngo 09h00-11h00 ekuseni. Iofisi yethu iseMakhaza ngaseBP Garage e43484 Nkonkwa Crescent Makhaza. Sihlala sivulile eofisini yethu yonke imihla. Siyajoyinisa nangoluphi na usuku. LUVUYO BURIAL SOCIETY...IN GOD WE TRUST...SISEBENZELA WENA

11/12/2021
17/09/2020

ULuvuyo burial uthanda ukwenza esisibhengezo silandelayo. Ukuba unomntu othi akangcwatyelwanga sithi sicela umzise ngaphambili. Sicela ingezi if it was declined. Sithetha ngemali engekangeni kuye.

Sicela bandwendwele Ilitha park office sizakumnceda ukuba ukhona. In God we trust sisebenzela wena

10/09/2020

As Luvuyo Burial sithanda ukukhupha lompapasho ulandelayo

Kwezinyanga zintathu zidlulileyo siye sabanomceli mngeni omkhulu apho iiClaims zabantu ziye zaphindaphindeka ngaphaya komyinge ebesiwulindele.

Unobangela omkhulu ububangelwa yimeko ye Covid 19 kwakunye nobusika esibaziyo ngokufa. Ukuba siyabala ukusukela nge 1 April ukuya kutsho nge 4 September mkhulu kakhulu umsebenzi esiwenzileyo. Kwiinyanga nje ezine singcwabele abantu abangaphezulu ko 2051. Leyo into siyazingca ngayo ukuthi in the 4 months of Covid 19 sisebenze ngokuzinikela kakhulu.

However khange sanelise wonke umntu kuba amasango wabantu ukusukela esiphakathini ku July khange abhatalwe ngethuba. Leyo into siyayixolisela kakhulu from the bottom of our hearts.

Asibasoli naba bebesithi uLuvuyo uphelile kuba bebebangelwa yimisindo yokungafumani mali kwangethuba. Asibasoli naba basahamba besithi semka ne containers kuba bebesenziwa yimisindo.

Njengendawo yonke bantu bakuthi besikwi ICU and ndiyayazi ukuthi not wonke umntu uyakwazi ukuphuma ephila kwi ICU. Baninzi OOMASINGCWABANE abangalenzanga ixesha kule nyhikityha ibisenzeka. Kodwa thina siye sawela ngenxa wamandla kaThixo.

If UMASINGCWABANE ohlala esikolweni onabantu abayi 1000 uyakwazi ukubanengxaki thina singoobani kuba thina sinabantu abakuqikelelwa kwi 30 000. Cinga ukuba sinee branches ezingaphezulu ko 20. If le Covid 19 ibikhona kwi family yakho okanye esitratweni sakho kubekelaphi kubantu abajoyine uLuvuyo burial.

Ukuba uyaqinisekisa ekubaleni uzakufumanisa ukuba i Application form nganye Ina 10 yabantu. Khawukhe uthi 30 000 x 10 ukhangele ukuba umthwalo wethu ungakanani esiwuthwalayo. It was not easy but siyadlula kuyo because IN GOD WE TRUST SISEBENZELA WENA.

Omnye umceli mngeni esingenakuwubaleka ngowokuba besishota nge staff. Besingekho prepared kuba basingazi ukuba umhlaba wonke ungahlikonyiswa nguBhubhane.

We noticed that calls from our clients were not answered and the level our communication was very poor and it was far less than the our expected standard. Siyaxolisa kakhulu kangangokuba siyibonile lonto kwaye siyayilungisa...

Wena unomasingcwabane please beware of the fraudsters. Wena njengokuba ulala ebusuku bona abalelanga. I have tested the bitterness of fraud but it has made me strong.

Siyabonga kakhulu kubantu ebebesifowunela besicebisa besibonisa ukuba we are not alone banathi ngemithandazo. We thank all the pastors that always brought hope to us. A lot has been said about us but we came out strong.. We were surprised this week xa besibala abantu abajoyinileyo apha ku August belilininzi kakhulu after everything ibithethwa ngathi abantu babona uLuvuyo burial njengomasingcwabane wabo

In God we trust sisebenzela wena

27/08/2020

In God we trust sisebenzela wena. Romans 8 verse 28

In God we trust 🙏
11/08/2020

In God we trust 🙏

We thank God Almighty ngokusinika amandla wokungcwabela abantu abayi 2327 ukusukela nge 1 January to 28 July 2020. Even ...
01/08/2020

We thank God Almighty ngokusinika amandla wokungcwabela abantu abayi 2327 ukusukela nge 1 January to 28 July 2020. Even ngexesha le Covid 19 simile. Praise be to God kuba iinkqwithela ziyafika zidlule. In God we trust sisebenzela wena

31/07/2020

Molweni

Amendments zisamile unless yi main member le iswelekileyo.

Any inquiries about umbutho wako Luvuyo tsalela Admin wethu ku 0212240760.

Malunga ne Claims tsalela ku :0212240709

Whatsup for inquiries : 0815132539

Sisebenzela wena 🙏

31/07/2020

Singu Luvuyo Burial Society sizimisele ukulungisa kwimpazo eziye zenzeka kwelixesha.Izinto ziye zaninzi kakhulu ngemini enye cliams ziba more than 50 sizama ngandlela zonke uzibhatala futhi sokuzibhatala. Siyaxolisa ngoku libaziseka okuye kwenzeke siyazama nathi ngandlela zonke soze siyenza into yokutya imali zenu.

Siyacela bahlali nathi into enje azange isehlele, kodwa izodlula siyathembisa, ne fraud ezinziwayo zibenalo galelo ekucotheni kwezinto.

In God we trust 🙏

Lena ke yi information yokuba singcwabe njani from 1 January ukuya nge 30 June. Abantu abathi asingcwabi mabangathethi i...
11/07/2020

Lena ke yi information yokuba singcwabe njani from 1 January ukuya nge 30 June. Abantu abathi asingcwabi mabangathethi iintsomi emini. Uthi umgaqo thobela umgaqo ukhangele ukuba uzakuxoxa na kwaLuvuyo. In God we trust sisebenzela wena

Address

43484 Nkonkwa Crescent, Makhaza, Khayelitsha
Cape Town
7784

Telephone

+27840404751

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Luvuyo Burial Society posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Share on Facebook Share on Twitter Share on LinkedIn
Share on Pinterest Share on Reddit Share via Email
Share on WhatsApp Share on Instagram Share on Telegram