Gatyeni Traditional Healer

Gatyeni Traditional Healer Yiza kuGatyeni uphile kuzo Zonke izifo ubazamile abanye Akwalunga ngoku yizakuGatyeni uyakuba ufikil

22/10/2025

Sbhekile Ngwane is a good adviser of the traditional medicine

22/10/2025

Sbhekile Ngwane

04/09/2025

Isihlgu somkhondo namabekelo

3.nkwashu
4.ublangothi

09/05/2025

With Doctor osose herbal home – I just got recognized as one of their top fans!

29/04/2025

With KwaMaqethuka Silungile – I just made it onto their weekly engagement list by being one of their top engagers!

16/04/2025

Camagwini bahlekazi bakowethu
Ndithi makhendivele khabambe apha abantu baphile
1.mafutha engonya
2.qeduhlobo
3.intizi yomlalalazi
4.umpi ayiboni
Uhashu
6.mvangazi
7.umanyazini
8.phindamshaye
9.phindemuva
10.malilisa
11.zililo
12.mthinta
13.mzilanyoni
14.mthathe
15.isibharha
26.slephe
Cola limithi ugalele emanzini abilileyo hlambe inxeba lebekelo uthethe ngosindo xa uhlbha inxeba
Uthi lomntu undilimazileyo into yakhe myibuyele kuye oshiyekileyo uqabe apho konakekhona nobakudala wenzakaliswa
Xa undifuna
Call 0788698555 Or WhatsApp

06/02/2025

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Indra Balrajsingh, Prema Gopinath

11/01/2025

Camagwini bahlekazi zonke inyagi zakowuthu
Natsi intsizi be enamdla kwimkhond namabekelo

1.uzintlwa
2.inqwebeba
3.inkwashu
4.uhlangothi
5.gobandlovu
6mdlebe
7.mbinda
Yenza intsizi emnyama khothe
Eyenziweyo ikhona kugatyeni
0788798556

11/01/2025

Thokozani ndlondlo Zakwantu

Ugatyeni ubuyile uniphathele induku egabethi ecaleni
Thatha apha
1.mthothova
2.bohlololo
3.mbiza ayivuthwa
4.mhlalimkhweba
5.matshinitshini ingcambu
6.mthunduluka
7.thulatu (nocwaka)
8.gibeleweni
9mhlambhampunzi
10Gegane
11.Lugumabele
12.mpila
Lenduku isebenza ambekelo nemikhondo nezilonda zigapholiyo
Ndibaninisa lomxube bilisa imizuzu elishumi 10minuts sela ihafu yekomityi cup 2 Times a day
Ikhona eyenziweyo kugatyeni
0788798555

15/08/2024

Send a message to learn more

Address

19 Rhulwa Street Joe Slovo
Port Elizabeth

Telephone

+27788798555

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Gatyeni Traditional Healer posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Practice

Send a message to Gatyeni Traditional Healer:

Share

Share on Facebook Share on Twitter Share on LinkedIn
Share on Pinterest Share on Reddit Share via Email
Share on WhatsApp Share on Instagram Share on Telegram