10/03/2026
Molweni ngalentsasa mzi waBaveleli mandithathe elithuba ndibulele kuni ngomsebenzi omhle enisenzele wona silikhaya lakwa Duda eLady Frere ku Zingxondo, xa besibeka umzalikazi wethu. Nisenzele umsebenzi wabalula kakhulu. Sithi mazenethole, ukwanda kwaliwa ngumthakathi.
-Duda family